Mnqobi Nxumalo – Phezu Komhlaba

Mnqobi Nxumalo – Phezu Komhlaba

Mnqobi Nxumalo Phezu Komhlaba Mp3

Mnqobi Nxumalo Phezu Komhlaba Mp3 Download Fakaza Gospel. Mnqobi Nxumalo has Etched out sheer brilliance in the splendid Gospel music titled Phezu Komhlaba.

Mnqobi Nxumalo Mp3 Download. Listen online, and enjoy The Lyrics, Video of your favorite Music

Stream, Listen, and Download Below.

DOWNLOAD Mp3: Mnqobi Nxumalo – Phezu Komhlaba

Lyrics: Phezu Komhlaba

 

Phezu Komhlaba ngamazwe ngamazwe
(on the surface of the earth there are different Nations)
Phezu Komhlaba zizizwe ngezizwe
(on the surface of the earth there are different Tribes)
apho iintetho zahlukahlukayo
(Where languages differ)
Apho maninz’amasik’enziwayo
(where there are many customs)

kodwa nangona zahlukahlukayo
(Even though they are different)
kukho indawo zihlangana ngayo
(There is a place where they meet)
Zonke izizwe zihlel’ezonweni
(All nations are guilty of sin)
Zonke izizwe zotshon’ekufeni
(All nations will end up in death)

Apha ngaphansi uncedo alukho
(Here below there is no Help)
Apha ngaphansi ubomi abukho
(Here below there is no life)
Phaya phezulu silangazelela
(up there we long)
Apho umncedi waboni wovela
(Where the helper of sinners shall appear)

Yesu inguwe onokuphilisa
(Jesus it’s you who can heal)
Yesu inguwe onokusindisa
(Jesus it’s you who can redeem)
Sesithembele kwawakho amandla
(We rely on your Power)
Sisebambile esakho isandla
(We hold on to your hand)

Wena wafela aboni bomhlaba
(You died for the sinners of the World)
Wena wazisa izizwe
(You bring news to the nations)
Yiba nodumo kumazwe ngamazwe
(Be exalted in all Nations)
Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe
(Be all exalted in all tribes)